KAIZER CHIEFS VS ORLANDO PIRATES FAN PAGE

Yazi kukho abantu ba ready 4 hot festiv daez kukho abo baba ready ngo jun banye ngo jan bt yazi kukho abangeka yaz noba bazodibanisa nton nanton looooooolz kukho abo instead of kubekho into ezamekayo kuya kuba worc minute by minute loooooolz bona ndyaba hleka bcz ndingomnye wabo bt masthathazen guyz uthixo ajike amatye abezizonka no marn no no no guyz ajike amanzi abeyiwayin kwaz nathi sinxile